Mncedisi wam! Uqala kwam ukukubona ndabona inkwenkwezi enomsantsa phakathi kwezinye. Kowu! Uyathandeka mntwana womntu. Uzolile, ucwengile okwamanz’ eendonga. Imikhwa nesimo sakho asinasihlava, uyincwadi enokufundwa nanguthatha. Inene, uyathandeka maVundle.
Uqala kwam umbona wayendidika shame lo bhuti, kodwa lahamba ixesha ndazibona ndinikela intliziyo yam kuye; Ndiyathembisa Rhadebe ukuba ndiya kukuthanda ngonaphakade.
2163 Bukani Street
Nomathamsanqa Loc
Addo | 6105
10:00AM - 16:00PM